Nkosi Sikelel' iAfrika

Leli lihubo lesive leNingizimu Afrika.

Umlandvo

hlela
 
Enoch Sontonga, Umbhali Nkosi Sikelel' iAfrika

Nkosi sikelel'i-Afrika

hlela
  • (livesi lekucala nguSontonga,Lalandzelako nguMqhayi)

(indlela yekucala)

Nkosi sikelel'i-Afrika
maluphakamis' uphondo lwayo
yizwa imithandazo yethu
Nkosi usisikelele

Chorus:
yehla moya,yehla moya
yehla moya oyingcwele

sikelela inkosi zethu
zimkhumbule umdali wazo
zimoyike zimhlonele
azisikelele

Chorus

sikelel'amadod'esizwe
sikelela kwa nomlisela
ulithwal' ilizwe nomonde
uwusikelele

Sikelel' amadod' esizwe,
Sikelela kwa nomlisela
Ulitwal'ilizwe ngomonde,
Uwusikelele.

Sikelel'amakosikazi;
Nawo onk'amanenekazi;
Pakamisa wonk'umtinjana
Uwusikelele.

Sikelela abafundisi
Bemvaba zonke zelilizwe;
Ubatwese ngoMoya Wako
Ubasikelele.

Sikelel'ulimo nemfuyo;
Gxota zonk'indlala nezifo;
Zalisa ilizwe ngempilo
Ulisikelele

Sikelel'amalinge etu
Awomanyano nokuzaka,
Awemfundo nemvisiswano
Uwasikelele.

Nkosi Sikelel' iAfrika;
Cima bonk' ubugwenxa bayo
Nezigqito, nezono zayo
Uyisikelele.

Tichumaniso

hlela
  1. http://www.sahistory.org.za/people/enoch-mankayi-sontonga
  2. "Archive copy". Archived from the original on 2014-05-16. Retrieved 2014-05-22. 
  3. http://www.southafrica-newyork.net/consulate/anthem.html